Jump to content

Inyanga yeDiplomacy yeNkcubeko yaseUkraine 2025/Amabhaso

From Meta, a Wikimedia project coordination wiki
This page is a translated version of the page Ukraine's Cultural Diplomacy Month 2025/Prizes and the translation is 44% complete.
Outdated translations are marked like this.

Ukraine's Cultural Diplomacy Month 2025  

[Social media: #UCDMonth] • [Link here: ucdm.wikimedia.org.ua]    

Amabhaso

Izikhumbuzo zabathathi-nxaxheba kwiNyanga yeDiplomasia yeNkcubeko yaseUkraine ngo-2025

Bonke abasebenzisi abaye benza nayiphi na igalelo kumngeni ngelixa belandela imithetho yeWikipedia baya kuba nakho ukufumana izatifikethi zokuthatha inxaxheba kwi-intanethi.

Ukongeza koku, umntu ngamnye kwabangama-30 abathathi-nxaxheba abakhutheleyo uya kufumana iincwadi ezixabisekileyo kunye nezikhumbuzo ezinegama. Imizekelo echanekileyo yamabhaso iza kwaziswa kungekudala.

Prizes for the competition winners:

  • The book Treasures of Ukraine: A Nation's Cultural Heritage – a unique publication showcasing Ukraine’s rich cultural legacy. The collection features over 100 outstanding works of art and architecture, from prehistoric artefacts to contemporary masterpieces.
  • 3D badges – inspired by the works of renowned Ukrainian artists Alla Horska and Maria Prymachenko – stylish art objects celebrating the legacy of Ukrainian monumental and naïve art.
  • Original postcards – featuring iconic scenes from the film Shadows of Forgotten Ancestors by director Serhii Parajanov – a visual journey into the world of Ukrainian poetic cinema.