Jump to content

User:Keegan (WMF)/EGCharter closing/xh

From Meta, a Wikimedia project coordination wiki
This page is a translated version of the page User:Keegan (WMF)/EGCharter closing and the translation is 100% complete.

Vota kwiinguqu ezicetywayo kwiziKhokelo zokuNyanzeliswa kwe-UCoC kunye ne-U4C Tshatha

Ixesha lokuvota lohlaziyo lweZikhokelo zokuNyanzeliswa kweKhowudi yeHlabathi yoKuziphatha kunye ne-U4C Tshatha ivala nge-1 kaMeyi 2025 ngo-23:59 UTC (fumana kwindawo yakho yexesha). Funda ulwazi ngendlela yokuthatha inxaxheba kwaye ufunde isindululo phambi kokuvota kwiphepha le-UCoC kwiMeta-wiki.

I-IKomiti yoLungelelaniso lweNdlela yokuziPhatha yeHlabathi (U4C) liqela lehlabathi elizinikele ekuboneleleni ngokuphunyezwa okulinganayo nokungaguquguqukiyo kwe-UCoC. Olu phononongo lonyaka lwacwangciswa lwaze lwaphunyezwa yi-U4C. Ngolwazi oluthe vetshe kunye noxanduva lwe-U4C, unga ujonge i-U4C Tshatha.

Nceda wabelane ngale ngxelo namalungu oluntu lwakho ngolwimi lwakho, ukuze nawo akwazi ukuthatha inxaxheba.

Ngokusebenzisana ne-U4C -