Terms of use/Creative Commons 4.0/editintro/xh

From Meta, a Wikimedia project coordination wiki
This page is a translated version of the page Terms of use/Creative Commons 4.0/editintro and the translation is 100% complete.

Sicinga ngokunyusela ilayisensi yelungelo lokushicilela engagqibekanga ye-Wikimedia ukuya kwi-Creative Commons 4.0, kwaye sifuna ukuva iingcinga zakho. Siza kuqokelela amagqabantshintshi ngotshintsho olucetywayo ubuncinane iintsuku ezingamashumi amathathu (kude kube ngumhla wesibhozo kwinyanga yenkanga ka-2016).

Ukuba ubungekazifundi izilungiso ezicetywayo, cofa apha ukufunda ngakumbi.

Nceda ufake igama lakho olisebenzisayo, ukuba unalo. (Ukuba awunalo, ungakhathazeki ngalo.) Khumbula ukuba zonke iimpendulo zithunyelwa esidlangalaleni. Nceda ungaboneleli ngeenkcukacha zabucala apha.

Nceda uqaphele ukuba le yingxoxo, akululo unyulo.

(Help with translations!)